1 Ookumkani 10:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Makabongwe uYehova uThixo wakho, okunoneleleyo, wakubeka etroneni yakwaSirayeli ngokuwathanda kwakhe amaSirayeli ngonaphakade, wakumisa waba ngukumkani, ukuba wenze okusesikweni nobulungisa.

1 Ookumkani 10

1 Ookumkani 10:6-13