1 Ookumkani 10:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

USolomon wahlanganisa iinqwelo zokulwa namahashe akhwelwayo, waba newaka elinamakhulu amané eenqwelo zokulwa, namawaka alishumi elinamabini amahashe akhwelwayo; wazibeka ezo zinto emizini yeenqwelo zokulwa, nakukumkani eYerusalem.

1 Ookumkani 10

1 Ookumkani 10:21-29