1 Ookumkani 10:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba ukumkani ubenesinqanawa saseTarshishe elwandle, ndawonye nesinqanawa sikaHiram; seza kanye ngeminyaka emithathu isinqanawa eso saseTarshishe, sithwele igolide, nesilivere, neempondo zeendlovu, neentsimango, neepikoko.*

1 Ookumkani 10

1 Ookumkani 10:20-27