1 Ookumkani 10:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kananjalo isinqanawa sikaHiram, esathutha igolide kwaOfire, savela kwaOfire nemialmugi* emininzi kunene, namatye anqabileyo.

1 Ookumkani 10

1 Ookumkani 10:5-18