1 Ookumkani 10:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku ukumkanikazi waseShebha waluva udaba lukaSolomon, olusingisele kwigama likaYehova, weza ukumlinga ngemibuzo elukhuni.

1 Ookumkani 10

1 Ookumkani 10:1-7