1 Ookumkani 1:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke bona ooTsadoki umbingeleli, noBhenaya unyana kaYehoyada, noNatan umprofeti, noShimehi, noRehi, namagorha abe kuDavide, ababanga ngakuAdoniya.

1 Ookumkani 1

1 Ookumkani 1:1-10