1 Ookumkani 1:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waza uAdoniya unyana kaHagiti waziphakamisa, wathi, Ndiya kuba ngukumkani. Wazenzela iinqwelo zokulwa, nabamahashe, namadoda angamashumi omahlanu okutshayelela phambi kwakhe.

1 Ookumkani 1

1 Ookumkani 1:1-10