1 Ookumkani 1:42 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uthe esathetha, nanko kufika uYonatan unyana ka-Abhiyatare umbingeleli. Wathi uAdoniya, Ngena, ngokuba ùngumfo onesidima, uza neendaba ezilungileyo.

1 Ookumkani 1

1 Ookumkani 1:35-50