1 Ookumkani 1:33 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ukumkani kubo, Thabathani abakhonzi benkosi yenu, bahambe nani, nikhwelise uSolomon unyana wam kowam undlebende, nihle naye niye eGihon;

1 Ookumkani 1

1 Ookumkani 1:28-38