1 Ookumkani 1:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wena, nkosi yam kumkani, amehlo amaSirayeli onke akuwe, ukuba uwaxelele, ukuba kuhlale bani na etroneni yenkosi yam ukumkani emveni kwayo.

1 Ookumkani 1

1 Ookumkani 1:14-28