1 Ookumkani 1:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi yena kuye, Nkosi yam, wena wamfungela uYehova uThixo wakho umkhonzazana wakho, wathi, USolomon unyana wakho uya kuba ngukumkani emveni kwam, kuhlale yena etroneni yam.

1 Ookumkani 1

1 Ookumkani 1:12-22