1 Ookumkani 1:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathetha uNatan kuBhatshebha, unina kaSolomon, wathi, Akuvanga na ukuba uAdoniya, unyana kaHagiti, ungukumkani; ukanti inkosi yethu uDavide ayiyazi loo nto?

1 Ookumkani 1

1 Ookumkani 1:10-12