1 Kwabasetesalonika 4:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku, ngalo uthando lobuzalwana, akufuneki ukuba ndinibhalele; kuba nina ngokwenu ningabafundiswe nguThixo ukuba nithandane;

1 Kwabasetesalonika 4

1 Kwabasetesalonika 4:2-18