1 Kwabasetesalonika 4:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ukuba kungabikho ugqithisayo, amlumkise umzalwana wakhe emcimbini lowo; ngenxa enokuba iNkosi ngumphindezeli wazo zonke ezi zinto, njengoko sasinixelele ngenxa engaphambili, saniqononondisa.

1 Kwabasetesalonika 4

1 Kwabasetesalonika 4:5-11