1 Kwabasetesalonika 4:13-15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

13. Ke kaloku andithandi ukuba ningazi, bazalwana, mayela nabalele ukufa, ukuze ningabi buhlungu njengabanye abangenathemba bona.

14. Kuba xa sikholwa ukuba uYesu wafa, wabuya wavuka, kwangokunjalo naye uThixo woza nabo abalele ukufa ngaye uYesu, kunye naye.

15. Kuba oku siyakutsho kuni ngelizwi leNkosi ukuthi, thina babudlayo ubomi, bàya kuba besekho ekufikeni kweNkosi, asisayi kubaphangela abalele ukufa.

1 Kwabasetesalonika 4