1 Kwabasetesalonika 4:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Elokugqiba ngoko, bazalwana, siyanicela siniyala siseNkosini uYesu, ukuba nithi, njengokuba nakwamkelayo kuthi, okokuba nimelwe kukuthini na ukuhamba nokumkholisa uThixo, nikhule kuko ngakumbi.

1 Kwabasetesalonika 4

1 Kwabasetesalonika 4:1-6