1 Kwabasetesalonika 3:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wanga ke uThixo ngokwakhe, uBawo wethu, neNkosi yethu uYesu Kristu, angayilungisa indlela yethu yokuza kuni.

1 Kwabasetesalonika 3

1 Kwabasetesalonika 3:1-13