1 Kwabasetesalonika 2:18-20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

18. Kungoko sathandayo ukuza kuni, mna Pawulos lo, kwakanye nakabini; wesuka uSathana wasibambezela.

19. Kuba liyintoni na ithemba lethu, novuyo lwethu, nesithsaba sethu soqhayiso? Asinini aba na, phambi kweNkosi yethu uYesu Kristu ekufikeni kwayo?

20. Inene, nĂ­ni uzuko novuyo lwethu.

1 Kwabasetesalonika 2