1 Kwabasetesalonika 1:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba iindaba ezilungileyo zethu azibangakho kuni ngantetho yodwa; zabakho nangamandla, nangoMoya oyiNgcwele, nangenkoloseko enkulu, njengoko naziyo ukuba saba ngabanjani na phakathi kwenu ngenxa yenu.

1 Kwabasetesalonika 1

1 Kwabasetesalonika 1:3-10