1 Kwabasekorinte 9:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngubani na okha aphume umkhosi ngeyakhe indleko? Ngubani na otyala isidiliya, aze angadli siqhamo saso? Khona ngubani na owalúsa umhlambi, aze angawadli amasi omhlambi lowo?

1 Kwabasekorinte 9

1 Kwabasekorinte 9:1-8