1 Kwabasekorinte 9:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uyintoni na ke ngoko umvuzo wam? Ukúkuthi, ndakuzishumayela iindaba ezilungileyo, ndizenze zingabi nandleko iindaba ezilungileyo zikaKristu, ukuba ndingalisebenzisi igunya lam ezindabeni ezilungileyo ezi.

1 Kwabasekorinte 9

1 Kwabasekorinte 9:9-26