1 Kwabasekorinte 9:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke mna andiphathanga nanye kwezo zinto. Ezi ndawo andizibhaleli ukuze kwenjiwe njalo kum; kuba bekungandilungelayo kanye ukuba ndife, kunokuba ubani alilambathise iqhayiya lam.

1 Kwabasekorinte 9

1 Kwabasekorinte 9:12-23