1 Kwabasekorinte 9:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukuba abanye babelana ngokwenza ngeli gunya kuni, asikukhona singénjenjalo na thina ngakumbi? Asilisebenzisanga ke elo gunya; sisuka sithwale izinto zonke, ukuze singazibambezeli nganí iindaba ezilungileyo zikaKristu.

1 Kwabasekorinte 9

1 Kwabasekorinte 9:3-22