1 Kwabasekorinte 8:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke ukwazi oko akubantwini bonke. Inxenye ke ithi, isenesazela ngesithixo unangoku, idle ngokudliwa kwedini elenziwe kwisithixo, size isazela sabo, siswele amandla nje, sidyobheke.

1 Kwabasekorinte 8

1 Kwabasekorinte 8:5-10