1 Kwabasekorinte 7:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Makangaluki. Ukwaluka oku akunto, nokungaluki oku akunto; okuyinto kukubamba imithetho kaThixo.

1 Kwabasekorinte 7

1 Kwabasekorinte 7:17-22