1 Kwabasekorinte 7:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba, wazi ngani na, mfazi, ukuba woyisindisa indoda yakho? Wazi ngani na, ndoda, ukuba womsindisa umfazi wakho?

1 Kwabasekorinte 7

1 Kwabasekorinte 7:11-17