1 Kwabasekorinte 7:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku kwabanye ndithi mna, àkutsho iNkosi, Ukuba kukho mzalwana uthile unomfazi ongakholiweyo, aze umfazi lowo athande ukuhlala naye, makangamali.

1 Kwabasekorinte 7

1 Kwabasekorinte 7:8-20