1 Kwabasekorinte 6:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Anazi na, ukuba abangemalungisa abayi kubudla ilifa ubukumkani bukaThixo? Musani ukulahlekiswa; abenza umbulo, nabakhonzi bezithixo, nabakrexezi, nezifebe, namadoda alalanayo, namasela, namabawa,

1 Kwabasekorinte 6

1 Kwabasekorinte 6:8-12