1 Kwabasekorinte 6:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Anazi na, ukuba abangcwele aba baya kuligweba ihlabathi? Ukuba ke ihlabathi ligwetywa phambi kwenu, anikufanele na ukuwathetha awona mancinanana amatyala?

1 Kwabasekorinte 6

1 Kwabasekorinte 6:1-6