1 Kwabasekorinte 6:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Anazi na ukuba imizimba yenu ngamalungu kaKristu? Ndiya kuthi na ke, ndiwathabathe amalungu kaKristu lowo, ndiwenze amalungu ehenyukazi?

1 Kwabasekorinte 6

1 Kwabasekorinte 6:5-20