1 Kwabasekorinte 5:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kungoku ke, ndinibhalela ukuba maningazidibanisi nosukuba enegama lokuba ngumzalwana, ukanti wenza umbulo, nokuba ulibawa, nokuba ungumkhonzi wezithixo, nokuba ungumtshabhisi, nokuba ulinxila, nokuba ungumphangi; ningakhe nidle nokudla nonjalo.

1 Kwabasekorinte 5

1 Kwabasekorinte 5:8-13