1 Kwabasekorinte 4:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ezi zinto ke, bazalwana, ndizilinganisele ngam noApolo, ngenxa yenu; ukuze nifunde kuthi aba, ukuba ningazicingeli ngaphezu koko kubhaliweyo, ukuze kungabikho namnye uzikhukhumalisa ngakomnye ngenxa yomnye.

1 Kwabasekorinte 4

1 Kwabasekorinte 4:1-12