1 Kwabasekorinte 4:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndiya kuza ke kuni kamsinya, ukuba iNkosi ithe yavuma, ukuze ndinganeli kukwazi ukuthetha kwabakhukhumeleyo, ndazi amandla abo.

1 Kwabasekorinte 4

1 Kwabasekorinte 4:11-21