1 Kwabasekorinte 4:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngenxa yoko ndinithumele uTimoti, ongumntwana wam oyintánda, othembekileyo, waseNkosini, oya kunikhumbuza iindlela zam ezikuKristu, njengoko ndifundisayo ezindaweni zonke, kuwo onke amabandla.

1 Kwabasekorinte 4

1 Kwabasekorinte 4:13-18