1 Kwabasekorinte 3:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

umsebenzi walowo nalowo wobonakalaliswa; kuba loo mini iya kuwazísa, ngokuba iya kuvela inomlilo; nomsebenzi walowo nalowo, umlilo uya kuwucikida ubunjani bawo.

1 Kwabasekorinte 3

1 Kwabasekorinte 3:11-16