1 Kwabasekorinte 3:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokobabalo lukaThixo endababalwa ngalo, ndithi, ngokomakhi osisilumko, ndibeke ilitye lesiseko, athi ke omnye akhe phezu kwalo; ke elowo makakhangele ukuba uthini na ukwakha kwakhe phezu kwalo.

1 Kwabasekorinte 3

1 Kwabasekorinte 3:2-16