1 Kwabasekorinte 2:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

esizithethayo nokuzithetha, kungengamazwi anokufundiswa bubulumko babantu, kungawo anokufundiswa nguMoya oyiNgcwele: izinto ezizezomoya sizilungelelanisa namazwi la angawomoya.

1 Kwabasekorinte 2

1 Kwabasekorinte 2:10-16