1 Kwabasekorinte 2:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Mna ke, ndakuba ndizile kuni, bazalwana, andizanga ngabugcisa bakuthetha nabulumko, ndínazisa ubungqina bukaThixo.

1 Kwabasekorinte 2

1 Kwabasekorinte 2:1-5