1 Kwabasekorinte 16:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku, ngaye uApolo umzalwana, ndamvuselela kakhulu, ukuba eze kuni kunye nabazalwana. Kuye akubangakho kanye ukuthanda ukuza okwakalokunje; woza ke, xa athe wanethuba elilungileyo.

1 Kwabasekorinte 16

1 Kwabasekorinte 16:6-22