1 Kwabasekorinte 15:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Emveni koko wabonwa ngaxesha linye ngabazalwana abangaphezu kwamakhulu amahlanu, abasahleliyo nangoku abona baninzi kubo; inxenye ke yalala ukufa.

1 Kwabasekorinte 15

1 Kwabasekorinte 15:1-10