1 Kwabasekorinte 15:54 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Xa ke oku konakalayo kuthe kwambatha ukungonakali, noku kufayo kuthe kwambatha ukungafi, liya kwandula ukwenzeka ilizwi elibhaliweyo lokuthi, Ukufa kufincelwe eloyisweni.

1 Kwabasekorinte 15

1 Kwabasekorinte 15:52-57