1 Kwabasekorinte 15:45 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokunjalo kubhaliwe kwathiwa, Owokuqala umntu uAdam waba ngumphefumlo odla ubomi; owokugqibela uAdam waba ngumoya odlisa ubomi.

1 Kwabasekorinte 15

1 Kwabasekorinte 15:41-50