1 Kwabasekorinte 15:32 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukuba ndithe ngokwabantu ndalwa namarhamncwa e-Efese, kundinceda ntoni na? Ukuba abafileyo abavuki, masesisidla, sisela, kuba ngomso siya kufa.

1 Kwabasekorinte 15

1 Kwabasekorinte 15:24-34