1 Kwabasekorinte 15:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Xa ke zithe zathotyelwa phantsi kwakhe zonke izinto, uya kwandula noNyana ngokwakhe athotyelwe phantsi kwalowo wazithobela phantsi kwakhe zonke izinto, ukuze uThixo abe zizinto zonke kubo bonke.

1 Kwabasekorinte 15

1 Kwabasekorinte 15:24-33