1 Kwabasekorinte 15:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke, ukuba uKristu uyashunyayelwa ukuba uvukile kwabafileyo, batsho ngani na abathile phakathi kwenu ukuthi, akukho luvuko lwabafileyo?

1 Kwabasekorinte 15

1 Kwabasekorinte 15:8-20