1 Kwabasekorinte 14:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokunjalo nani, ukuba anithanga nithethe ngalo ulwimi intetho eqondeka kakuhle, yothiwani na ukwaziwa into enithetha yona? Kuba noba nithethela emoyeni.

1 Kwabasekorinte 14

1 Kwabasekorinte 14:5-18