1 Kwabasekorinte 14:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Khona kwizinto ezihlokomayo ezingenamphefumlo, ezinjengembande, nohadi, ukuba azithanga zahlule ukuhlokoma kwazo, bekungáthiwani na ukwaziwa oko kubethwayo ngembande, noko kubethwayo ngohadi?

1 Kwabasekorinte 14

1 Kwabasekorinte 14:3-12