1 Kwabasekorinte 14:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndiyathanda ke ukuba nithethe ngalwimi zimbi nonke, noko ke ndithanda ngokukodwa ukuba niprofete. Kuba yena oprofetayo mkhulu kunalowo uthetha ngalwimi zimbi, xa lo angayicacisiyo intetho, ukuze ibandla libe nokwakheka.

1 Kwabasekorinte 14

1 Kwabasekorinte 14:1-9