1 Kwabasekorinte 14:37 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukuba umntu uba ungumprofeti, nokuba uba ungowoMoya, makazazi kakuhle izinto endinibhalela zona, ukuba yimithetho yeNkosi.

1 Kwabasekorinte 14

1 Kwabasekorinte 14:27-40