1 Kwabasekorinte 14:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuthini na ke ngoko, bazalwana? Xa sukuba nihlangene, uthi elowo kuni abe nengoma, abe nemfundiso, abe nalulwimi lumbi, abe nesityhilelo, abe nokuchaza intetho. Mazithi zonke izinto zenzelwe ukuba lakheke ibandla.

1 Kwabasekorinte 14

1 Kwabasekorinte 14:24-32